Mphefumlo kaKristu

Mphefumlo kaKristu ndingcwalise.
Mzimba kaKristu, ndisindise
Gazi likaKristu, Ndiqabule!
Manzi asecaleni likaKristu ndihlambululeni.
Bunzima bukaKristu,ndimelwe
Yesu, Mhlekazi uzundive.
Undifihle emanxebeni akho.
Uzungavumi ukuba ndahlukane nawe!
Undikhusele kutshaba olukhohlakeleyo.
Undibize ngexesha lokufa kwam!
Uzuthi mandize kuwe!
Ndikubonge nabangcwele bakho.
Kude kube ngunaphakade.

Amen.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s