Nantsi isakramente

(Tantum Ergo)

Nantsi isakramente enkulu
Masizithobe sonke
Kuyaqala into entsha
Emva kwelidali isiko
Into engenakuqondwa
Ukholo maluyixhase.

Kuwe Mzali kuwe Nzala
Makunikwe uzuko
Nombuliso nodumiso
Nayo yonk’ intsikelelo
Wena Moya wababini
Mawubongwe ngokunjalo.

Amen.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s