Ncoma Ziyon

Ncoma Ziyon uMsindisi,
Umkhokeli nomalusi,
Ngamaculo nangeengoma.
Zama ngalo konk’ onako;
Asinako ukumnika,
Thina ngokufaneleyo.

Nants’ indawo yodumiso,
Sisimanga seso sonka
Sihleliyo siphilisa
Abafundi basiphiwa
Kwesasidlo sokuphela,
Nguye yena inkqu yakhe.

Malifezek’ udumiso,
Luvakale, lube mnandi,
Intliziyo mayiyole,
Ngowona mhla mkhulukazi,
Wokuyenza inkumbulo
Yokumiswa kwesa sidlo.

Sisithebe sokumkani
Sona yipasika yethu,
Sishenxis’ eyakudala.
Okudala kususiwe,
Kwangeniswa oku kutsha,
Ubusuku sebudlule.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s