USathana mKristu

USathana mKristu mawumlahle bo
Ngokuba ulixoki nje
UYesu yedwa mlandele
Ilizwi lakhe yinyaniso
Lizwi likaKristu, ndikugcina mna
Nasekufeni unobom.

Hayi bethu, yinto elusizi le
Nithanda olu tshaba nje
Kudala noko luboniwe
Lufun’ ukunibamba nonke
Lizwi likaKristu ndokugcina mna
Nasekufeni unobom.

Ngumkhohlisi kanye USathana lo
Unamaqhinga kakubi
UYesu makasikhokele
Indlela yakhe ilungile
Lizwi likaKristu ndokugcina mna
Nasekufeni unobom.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s