Yihla Moya oyingcwele

Yihla Moya oyingcwele
Zuthambise iintliziyo
Zabo bonk’ abantu bakho
Balivume izwi lakho.

Zusisikelele Bawo
Kuba ungumonwabisi
Singcwalise ngomso wakho
Ngazo zonk’ izipho zakho.

Ah mthombo wobungcwele
Singcwalise thin’ aboni;
Size sithandeke njalo
Kuwe Mdali wethu sonke.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s