Ah Nkosi khawamkele

Ah Nkosi khawamkele
Isonka newayine
Ziza kuba ngumzimba
Negazi lomsindisi.

Yamkela eli dini
Lenziwe emnqamlezweni
Liphindwa pha nguYesu
eSibengelweni.

Samkele nathi Nkosi
Wamkele konk’ okwethu
Kube ngumbingelelo
Emnand’ oyilileyo.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s