Khawuv’ iculo lam

Khawuv’ iculo lam lifike kuwe ma
Ndinikel’ intliziyo nesiqu Sam ngokwam.
Ndigcine engozini ndilinde ekufeni
Mariya, Mariya, O Mariya ma.

Yiimfama le ntliziyo uphuml’ alukho kum
Noxolo ndiluswele ndiphulaphule ma.
Ndigcine engozini ndilinde ekufeni
Mariya, Mariya, O Mariya ma.

Ndifuna lon’ izulu ikhaya lovuyo
uYesu zendimthande ndithandazele ma
Ndigcine engozini ndilinde ekufeni
Mariya, Mariya, O Mariya ma.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s