Yesu mandiphilile wena

Categories Uncategorized, Xhosa Hymns0 Comments

Yesu mandiphilile wena
Yesu mandifele wena,
Yesu, mandibe ngowakho
ebomini nasekufeni.

Nkosi, ndiyakholwa kuwe
Nkosi ndiyathemba kuwe
Nkosi ndiyakuthanda
ebomini nasekufeni.

Zundiphathe ngetarhu
yiba nenceba kum
Yesu ndixolele
ebomini nasekufeni.

Mariya ongcwele
nabangcwele bonke
size no kuThixo
ebomini nasekufeni.