Yiza kuthi ngoku

Yiza kuthi ngoku Msindisi wethu
Yiza siyacela kamsinyane
Intliziyo zethu ziyakufuna
Wakufika wena ziyakonwaba.

Sifun’ ukulahla lonk’ ucalulo
Ke zusomeleze bantwana bakho
Yiza Nkosi yethu vele zulwini
Lonk’ ithemba lethu lonke likuwe.

Siyathemba kuwe Nkosi yezulu.
Siyakholwa kuwe mkhululi wethu
Uluthando wena siyakuthanda
Ngoku yiza kuthi zesikwamkele.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s