Nangu umphako

Nangu umphako wendlela yam
yiyo imvana kaThixo
naluthuthuzelo lwentliziyo
nguwo umthombo woxolo
kuwe oYesu Thixo wam
ndifun’ ukutya ndize ndiphile
ndizinikela kanye.

Amdifanele kwamkela ngoku
phofu ndiyanqwena kanye
ke ndiyaqubuda Thixo kuwe
ndizisondeza kanye
thetha ngelizwi lodwa kum
ndize ndiphile emphefumlweni
ndizinikela kanye.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s