Singabebandla

Singabebandla likaYesu Kristu
eliyinene elikulo lonke
elakhiweyo kulo olu lwalwa
olunguPetros.

Nguye ngokwakhe uMsindisi wethu
olimesele bonke abantu bakhe
libafundise egameni lakhe
yonk’ inyaniso.

NguYesu Kristu owathumelayo
abapostolo kwihlabathi lonke
zonke iintlanga bazihlanganise
kwiBandl’ elinye.

Sinomalusi ongupapa wethu
ongumlandeli kaSimon Petros
owamiselwa ukukhonz’ abantu
bonke beNkosi.

Nkosi sikelela umalusi wethu
uzumkhokele kumsebenzi wakhe
umlondoloze lonk’ bandla lakho
libe noxolo.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s