Ah Yesu wam

Ah Yesu wam lixesha ngoku kum
lokuba mna ndiyeke okubi
zuxole ke Yesu
Ndicel’ itarhu kuwe
Sendilahl’ izono zonke
ewe zonke.

Njengokuba wazinikelayo
zendizuze ngokufa kwakh’ ubom
zuxole ke Yesu
Ndicel’ itarhu kuwe
Sendilahl’ izono zonke
ewe zonke.

Khangela ke ezi nyembezi zam
ndilusizi entliziyweni yam
zuxole ke Yesu
Ndicel’ itarhu kuwe
Sendilahl’ izono zonke
ewe zonke.

Ithemba lam nguwe Msindisi wam
ndosabela ke kuwe futhi mna
zuxole ke Yesu
Ndicel’ itarhu kuwe
Sendilahl’ izono zonke
ewe zonke.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s