Ndingowakho

Ndingowakho Yesu wam
ndingowakho njalo
Ndingahlukaniswa nawe
Ebomini bonke.

Andinakumnika omnye
intliziyo yam
Yeka Yesu wam yedwa
kude kube nini.

Yesu Kristu, Thixo wam
hlala Nam njalo
ndibe sisihlobo sakho
ngamaxesha onke.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s