Nkosi yam

Nkosi yam ubundithanda
ekulahlekeni kwam
Nkosi yam, waman’ ulanda
futhi emkhondweni wam
ndafunyanwa, Nkosi yam.

Nkosi yam, ilizwi lakho
lingumkhanyiseli wam
Nkosi yam, ufefe lwakho
lusisonwabiso sam
ndinovuyo, Nkosi yam.

Nkosi yam, sendikwamkele
ndingowakhe ngoko nam
SendiseBandleni lakho
elasekwayo nguwe
mandingqine, Nkosi yam

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s