Uvukile uYesu

Uvukile uYesu, Aleluya,Aleluya !
Uvuke walishiya ingcwaba
Umoyisil’ usathana nokufa
Aleluya, Aleluya,Bhota mkhululi Aleluya

Uvukile uYesu, Aleluya, Aleluya
Selugqithile usizi nokufa
Unethamsanqa nobom noloyiko
Aleluya, Aleluya,Bhota mkhululi Aleluya

Uvukile uYesu, Aleluya, Aleluya
Masihambe ke ngendlela kaYesu
Nathi sovuka sinyuke njengaye
Aleluya, Aleluya,Bhota mkhululi Aleluya

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s