Ah Ma Mariya

Ah Ma Mariya Nina kaYesu
kuwe sithandaza namhlanje
unyana wakho uyakuthanda
yisa kekuye lomthandazo
Zingcolile iintliziyo
zilungise zibengcwele.

Thina sonile wena uNgcwele
asikakwazi ukuthandaza
Sithandazele wena unguma
yisa kuYesu lomthandazo
Zingcolile iintliziyo
zilungise zibe Ngcwele.

Igama lakho, luncedo lwethu
igama lakho nguNonceba
igama lakho nguNomsindisi
yisa ke kuye lomthandazo
zingcolile iintliziyo
zilungise zibe Ngcwele.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s