Ntliziyo yoMsindisi

Ntliziyo yoMsindisi,
ah mthombo wokuphila
ngamana wonk’ umhlaba
ukuzukise njalo
Mawudunyiswe kanye
ntliziyo yoMsindisi
ubongwe, udunyiswe
uthandwe ngabo bonke.

Bongani le ntliziyo
izele bububele
yahlwatywa ngenxa yethu
yaphum igazi lonke
Mawudunyiswe kanye
ntliziyo yoMsindisi
ubongwe udunyiswe
uthandwe ngabo bonke.

Ah Yesu inye into
endiyicela kuwe
entliziyweni yakho
zundiph’ indawo nam
Mawudunyiswe kanye
ntliziyo yoMsindisi
ubongwe udunyiswe
uthandwe ngabo bonke.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s