Abafela ENkosini

Abafela ENkosini
banoyolo bona
kuba baya kuwe, Yesu
aph’ uhleli khona.

Sibiziwe namhla NKosi
Isicaka sakho
siyacela usamkele
ekhayeni lethu.

Iinkedama zikhangele
ngobubele bakho
Nkosi Yesu z’uzithwale
ngesifuba sakho.

Zikhokele wena Yesu
kolu hambo lwazo
uzisule iinyembezi
uzisuse izono.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s