UMkhululi esahleli

UMkhululi esahleli
engekanyukeli
wasithembis’ uMkhokeli
woba nathi.

Weza kuth’ engumkhuthazi
efun’ iintliziyo
ezingamnika
indawo asebenze.

Uhleli nath’ eBandleni
xa simphulaphula
eluleka, esityela
inyaniso.

Bonk’ obethu ubungcwele
nezoyiso zomke
neenkumbulo ezingcwele
zizezakhe.

Moya wofefe nenene
zusithethelele
uthandaze kunye nathi
abha Bawo. Amen.

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out / Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out / Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out / Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out / Change )

Connecting to %s