Ngcwele ngcwele

Ngcwele ngcwele ngcwele ungcwele Nkosi
ngcwele ngcwele ngcwele ngcwele Wena wedwa
wen’ongadalwanga owawukho njalo
uhleli ulawula ngonaphakade.

Ngcwele ngcwele ngcwele zitsho ingelosi
zidumis’INkosi phezulu kanye
ziyibong’INkosi emazulwini zitsho
ngobumnandi ngonaphakade.

Yise, Nyana, Moya,  Nkosi enyentathu
sidumisa wena nasemhlabeni
zonk’ iintlanga Nkosi, njengengelosi
mazibonge Wena amaxesha onke.

 

Leave a Reply

Fill in your details below or click an icon to log in:

WordPress.com Logo

You are commenting using your WordPress.com account. Log Out /  Change )

Google+ photo

You are commenting using your Google+ account. Log Out /  Change )

Twitter picture

You are commenting using your Twitter account. Log Out /  Change )

Facebook photo

You are commenting using your Facebook account. Log Out /  Change )

w

Connecting to %s