Vuya Kumkanikazi

Vuya Kumkanikazi , ave Mariya
mnandi ulungile ave Mariya
Vuyani Kherubhim Bongani Seraphim
Ah Kumkanikazi,
Salve,salve, Salve Regina.

Ah Ma onobubele,Ave Mariya
Virigo onamandla ave Mariya,
Vuyani Kherubhim Bongani Seraphim
Ah Kumkanikazi,
Salve,salve, Salve Regina.

Xa ndikhedamileyo, ave Mariya
wena wondonwabisa Ave Mariya
Vuyani Kherubhim Bongani Seraphim
Ah Kumkanikazi,
Salve,salve, Salve Regina.

Ndikhaphe endleleni,ave Mariya
eya kuNyana wakho Ave Mariya
Vuyani Kherubhim Bongani Seraphim
Ah Kumkanikazi,
Salve,salve, Salve Regina.

Leave a Reply

Umhle Mariya

18/08/2017

Ah Thixo wethu

18/08/2017