Wakrazulwa ngenxa yethu

Wakrazulwa ngenxa yethu
liwa laphakade!
kuze sizifihle kuwe
nxeba likaYesu.

Yeyani na le mikrozo
kwelo cala lakho?
Yeyegazi, yeyemanzi,
masihlanjululwe.

Asinanto ezandleni,
size kanye, Nkosi!
sikhangel’ emnqamlezweni,
kojingayo kuwo.

Wakrazulwa ngenxa yethu
liwa laphakade!
kuze sizifihle kuwe
nxeba likaYesu.

 

Leave a Reply

Wen'uyinkwenkwezi

12/04/2018