Mariya mama wam
Mariya mama wam
Faka umntwana lo wakho
Entliziyweni yam
Phakath’ entliziyweni yam.
Ungamnikela kum
Mna ndiyakumgcina yena
Entliziyweni yam
Phakath’ entliziyweni yam.
O Yesu yiva mna
Ilangazelela wena
Yonk’ intliziyo yam
Yonk’ intliziyo yam.