Ndingowakho Yesu wam

Ndingowakho Yesu wam,
ndingowakho njalo.  
Ndingahlukaniswa nawe,  
Ebomini bonke ebomini bonke.

Andinakumnika omnye  
intliziyo yam:
YekaYesu wam yedwa  
kude kube nini kude kube nini.

Yesu Krestu, Thixo wam,  
hlala nam njalo;  
ndibe sisihlobo sakho
ngamaxesha onke, ngamaxesha onke.

Ngcwele, ngcwele

06/08/2026