Thixo ungumncedi
Thixo ungumncedi wethu
Wena ungamandla ethu
Unothando kubo bonke
Abasemhlabeni wonke.
Ukulunga kwakho kuthi
Kuya siyasivuyisa futhi
Kuya, uluvuyo wethu,
Kuhlwa ulikhakha lethu.
Malubekh’ udumo lonke
Kuwe emhlabeni wonke:
Thixo, wena ulumkile,
Thixo wena ulungile.