Bhota, mnqamlezo

Bhota, mnqamlezo omhle,
mqondiso wethemba,
iNkosi yehlabathi
yaphakanyiswa kuwe.

Bhota mthi wokuphila
wathwala isiqhamo
esinguYesu Kristu
okukuphila kwethu.

Usiso isitshixo
sesango laphezulu
sakungena ke ngalo
ehlabathin’elitsha .

Ah, themba lethu sonke
esahlangulwa nguwe
siziqhayisa ngawe
ah siyakudumisa.

Leave a Reply

Mthombo walo

12/08/2017