Ah mama nina woMsindisi
Ah mama nina woMsindisi
sijonge thin’abakaYesu
oyena wasibeka kuwe
ngokuba unguMama wethu.
Mariya, sibonis’ uYesu
umntwana wakho onenceba
ngamana nathi singamthanda
njengoko wawumthanda wena.
Ah mama, uzusikhumbule,
mhlenikweni simkayo apha
usise kumntwanakh’uYesu
nakulw’ ibandla labangcwele