- Uncategorized
- Xhosa Hymns
Ah Ma Mariya
Ah Ma Mariya Nina kaYesu kuwe sithandaza namhlanje unyana wakho uyakuthanda yisa kekuye lomthandazo Zingcolile iintliziyo zilungise zibengcwele. Thina sonile wena uNgcwele asikakwazi ukuthandaza Sithandazele wena unguma yisa kuYesu lomthandazo Zingcolile iintliziyo zilungise zibe Ngcwele. Igama lakho, luncedo lwethu igama lakho nguNonceba […]