Njengoko ndinjalo

Njengoko ndinjalo Nkosi ndithembele kuwe wedwa nguwe ondibizileyo kungoko ndizayo. Akukho limbi icebo ndingaphumelela ngalo nguw’ ongandincedisayo kungoko ndizayo. Ndiphakathi kwamadabi andithandabuzisayo andibangel’ ukoyika kungoko ndizayo. Ndilihlwempu ndiyimfama andiphili ngenxa zonke nguw’ onokundiphilisa kungoko ndizayo. Ndingonje ke wondamkela uxolele, uvuyise ngokwesakhw’ isithembiso […]

Njengoko ndinjalo

Njengoko ndinjalo Nkosi ndithembele kuwe wedwa nguwe ondibizileyo kungoko ndizayo. Akukho limbi icebo ndingaphumelela ngalo nguw’ ongandincedisayo kungoko ndizayo. Ndiphakathi kwamadabi andithandabuzisayo andibangel’ ukoyika kungoko ndizayo. Ndilihlwempu ndiyimfama andiphili ngenxa zonke nguw’ onokundiphilisa kungoko ndizayo. Ndingonje ke wondamkela uxolele, uvuyise ngokwesakhw’ isithembiso […]

Ntliziyo yoMsindisi

Ntliziyo yoMsindisi, ah mthombo wokuphila ngamana wonk’ umhlaba ukuzukise njalo Mawudunyiswe kanye ntliziyo yoMsindisi ubongwe, udunyiswe uthandwe ngabo bonke. Bongani le ntliziyo izele bububele yahlwatywa ngenxa yethu yaphum igazi lonke Mawudunyiswe kanye ntliziyo yoMsindisi ubongwe udunyiswe uthandwe ngabo bonke. Ah Yesu inye […]

Makubekho uzuko

Makubekho uzuko kukumkani wethu owabongwa ngabantu ngengoma zovuyo. Ungukumkani wethu Nyana kaDavide makabongwe ozayo egameni le nkosi. Umkhosi weeNgelosi uyambonga nawo nabantu, neento zonke babonga besithi. Abantu bakudala babekuzukisa senz’ umthandazo thina neendumiso kuwe. Bakubonga ngeengoma ungekev’ iintlungu Sibonga ngazo nathi wen’ […]

Ah Ntliziyo yomkhululi

Ah Ntliziyo yomkhululi wena mthombo wal’ uthando, sikubonga ngentliziyo nangomlo, Nkosi Yesu sesibonga ngentlokoma ngentliziyo zethu zonke. Intliziyo yakho,Yesu isiphakamisa njalo lonk’ usizi luyaphela xa ke sikukhumbulayo. Yonk’ inyhweba nolonwabo zifunyanwa kuyo kanye. 3. Ah Ntliziyo eyingcwele/ naku Simi phambi kwakho/ khawuvume […]

Hlanganani zizwe zonke

Hlanganani zizwe zonke nize kumsindisi wenu nizibek’ entliziyweni yomkhululi wenu nonke Udunyiswe Yesu Kristu siyakholwa kuwe njalo Udunyiswe, Yesu Kristu siyakholwa kuwe. Ah Ntliziyo yoMsindisi ulithemba labonayo singasinda ngawe wedwa owafela thina boni Udunyiswe Yesu Kristu siyathemba kuwe njalo Udunyiswe Yesu Kristu […]

Xa bendiyintsimbi

Xa bendiyintsimbi ngendicula njalo beve bonk’abantu ilizwi lam lisithi Ave Mariya, Ave Mariya, Ave Mariya. Xa bendiyintaka ngendicul’ ingoma zivuy’ iintliziyo zakundiva ndisithi Ave Mariya, Ave Mariya , Ave Mariya. Ma odumileyo zukholiseke ndim xa ndikwazisayo kulo lonke ilizwe Ave Mariya, ave […]

Awu sizi lwakho

Awu sizi lwakho Yesu owaluv’ entliziyweni mhla ke wabila igazi wakuboni zono zethu. Neengelosi ziyancwina zakubon’ ubethelwe utyatyulwa wonk’ umzimba utyatyamba yimivimbo. Bakuthesw’ entloko ameva bakugxeka ngengcongolo bakuhleka njengejacu babekwenza oligeza. Izigwinta zakubopha zakuqhuba namabhada uthwele won’umnqamlezo ukusinga eKalvari. Bagqobhoz’ izandla zakho […]

Yesu uyandithanda

Yesu uyandithanda Mna weza apha kulo mhlaba wanikel’ ubom bakho wandifel’ emnqamlezweni. O ndinga ndingakuthanda wena Yesu mhlobo wam njengokuba undithanda wena wafa ngenxa yam. Ndikuthande ke ngakumbi ngentliziyo yonk’ eyam ndikuthande nangamandla nangengqondo yonke yam. Ndikuthand’ elusizini ndikuthande eluvuyweni ndikuthande ekuguleni […]

Mariya Sikhusele

Mariya Sikhusele kumkanikazi wethu sigcine kwinkathazo zelizwe elikhoyo Nina ongumangaliso simanye noYesu asiyi kutshabalala emkhombeni wakhe. Sizinikela kuwe sibe ngabakho mpela Zonk’ iintliziyo zethu zigcine kuyw’ eyakho Mazimanyane noYesu nasebunzimeni asiyi kutshabalala emkhombeni wakhe. Hlala phakathi kwethu sisondeze kuYesu Sabel’ iimfemfe zakho […]