- Uncategorized
- Xhosa Hymns
Makubekho uzuko
Makubekho uzuko kukumkani wethu owabongwa ngabantu ngengoma zovuyo. Ungukumkani wethu Nyana kaDavide makabongwe ozayo egameni le nkosi. Umkhosi weeNgelosi uyambonga nawo nabantu, neento zonke babonga besithi. Abantu bakudala babekuzukisa senz’ umthandazo thina neendumiso kuwe. Bakubonga ngeengoma ungekev’ iintlungu Sibonga ngazo nathi wen’ […]