- Uncategorized
- Xhosa Hymns
Mariya mama wam
Mariya mama wam Faka umntwana lo wakho Entliziyweni yam Phakath’ entliziyweni yam. Ungamnikela kum Mna ndiyakumgcina yena Entliziyweni yam Phakath’ entliziyweni yam. O Yesu yiva mna Ilangazelela wena Yonk’ intliziyo yam Yonk’ intliziyo yam.