- Uncategorized
- Xhosa Hymns
Singabebandla
Singabebandla likaYesu Kristu eliyinene elikulo lonke elakhiweyo kulo olu lwalwa olunguPetros. Nguye ngokwakhe uMsindisi wethu olimesele bonke abantu bakhe libafundise egameni lakhe yonk’ inyaniso. NguYesu Kristu owathumelayo abapostolo kwihlabathi lonke zonke iintlanga bazihlanganise kwiBandl’ elinye. Sinomalusi ongupapa wethu ongumlandeli kaSimon Petros owamiselwa […]